2 Kwabasekorinte 1:21-22 Ibhayibhile (XHO96)

NguThixo osizimasileyo thina nani ngokusimanya noKrestu. Ewe, nguThixo ngokwakhe osiphawuleyo wasithambisa ngoMoya oyiNgcwele ohleli kuthi osisiqinisekiso sezinto ezizayo.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:11-24