2 Kwabasekorinte 1:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ibhongo lethu linye ngani: lelokuba asinasazela nganto ngokuziphatha kwethu phakathi kwabantu behlabathi, ingakumbi ke phakathi kwenu. Besinyanisekile, singahanahanisi. Besingenamaqhinga, koko besilawulwa sisisa sikaThixo.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:4-14