2 Kayohane 1:12-13 Ibhayibhile (XHO96)

12. Nakuba ndinento eninzi ebendingayithethayo kuwe, andithandanga ukuyibhala. Kaloku ndinethemba lokunityelela. Ndiyabona ke ukuba sesothetha ngoko sonwabile.

13. Bayabulisa abantwana bodade wenu onyuliweyo.

2 Kayohane 1