2 Kasamweli 23:15 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wanxanwa, waza wathi: “Akwaba bekungakho mntu undiphathela amanzi kwelaa qula lingasesangweni eBhetelehem.”

2 Kasamweli 23

2 Kasamweli 23:5-23