2 Kasamweli 23:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakha kwathi kanye xa kusondela ixesha lokuvuna, kwasuka isithathu kuloo madoda angamashumi amathathu aziintloko zomkhosi kaDavide, saya kuye kumqolomba waseAdulam, lo gama wona umkhosi wamaFilistiya umise ngakwintili yamaRafa.

2 Kasamweli 23

2 Kasamweli 23:5-15