2 Kasamweli 21:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kwavuka enye imfazwe phakathi kwamaFilistiya namaSirayeli, wanduluka uDavide waya kulwa namaFilistiya enamadoda akhe. Balwa ke namaFilistiya, waza uDavide wadinwa kakhulu.

2 Kasamweli 21

2 Kasamweli 21:7-18