2 Kasamweli 20:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kweso sixeko kwakukho umfazi owayehlakaniphile. Wamemeza engaphakathi, wathi: “Khawuphulaphule apha. Nceda undibizele uJowabhi; ndifuna ukuthetha naye.”

2 Kasamweli 20

2 Kasamweli 20:14-26