2 Kasamweli 18:6 Ibhayibhile (XHO96)

Wenjenjeya umkhosi kaDavide ukuya kuqubisana namaSirayeli endle ngakwihlathi lakwaEfrayim, zanqoza.

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:1-9