2 Kasamweli 18:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke uJowabhi wathi kumfo waseKushe: “Yiya kuxelela ukumkani oko ukubonileyo.” Wakhahlela umKushe, wangena endleleni.

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:18-27