2 Kasamweli 18:11 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe uJowabhi kuloo ndoda: “Xa umbonileyo kutheni ukuze ungambulali kwangoko nje? Mna bendiya kukuhlawula ngeshumi leesiliva, ndikuthi jize ngomxhaka ngaphezu koko.”

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:2-19