2 Kasamweli 17:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithi nawona madoda aziingonyama ukukhalipha aya kunkwantya, kuba kwaSirayeli uyihlo udume ngokulwa, yaye nomkhosi wakhe ngamagorha.

2 Kasamweli 17

2 Kasamweli 17:4-17