2 Kasamweli 16:5 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ukumkani uDavide akuya kufika eBhawurim, kwavela uShimeyi, unyana kaGera, owayezalana noSawule, eze kumhlangabeza, emthuka wonke lo gama aya kuye.

2 Kasamweli 16

2 Kasamweli 16:1-10