2 Kasamweli 15:25 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko wathi kuZadoki ukumkani: “Le tyesi kaThixo yibuyisele kwasesixekweni. Ukuba uNdikhoyo undigcinile ndobuya ndiyibone kwakhona isendaweni yayo.

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:16-29