2 Kasamweli 15:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kwahlokoma ilizwe sisikhalo ekumkeni kukaDavide nabantu bakhe. Wenjenjeya ukumkani ukuya kuwela umlanjana iKedron, elandelwa ngabantu bonke, baya kutsho entlango.

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:16-24