2 Kasamweli 15:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kwesi sithuba ke ukumkani uthe kuItayi waseGati: “Ulapha nawe? Ufunani emva kwam? Hamba uye kungenelela kulaa kumkani mtsha; kaloku ungumntu wasemzini wena, imbacu eyasaba amawayo.

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:15-24