2 Kasamweli 14:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Bendisazi ukuba uya kuthetha nje kutsho kuphele amaxhala kum, kuba wena, mhlekazi, uyakwazi ukwahlula okuhle kokubi kanye njengesithunywa sikaThixo. Wanga ke uNdikhoyo uThixo wakho angaba nawe.”

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:14-19