2 Kasamweli 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke loo mfazi: “Ke, mhlekazi, uyenzeleni into efana nale kangaka kubantu bakaThixo? Kaloku, mhlekazi, uzigweba ngokwakho ngale ntetho yakho, kuba kwawena akuvumi abuyele ekhaya unyana wakho obhacileyo.

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:3-16