Ke nina, zihlobo zam, senilunyukisiwe. Ngoko ke lumkani, hleze aba basweli-kuqiqa banilukuhlele kwezo mpazamo zabo. Ngoko ke yimani ningagungqi.