2 Kapetros 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kufuneka nenze unako-nako, nilangazelela ukuba ikhawuleze imini kaThixo. Ewe, loo mini iya kuwalenya ngomlilo amazulu atshabalale; ngokunjalo neziseko zawo ziya kunyibilika.

2 Kapetros 3

2 Kapetros 3:2-14