1 Yookumkani 9:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ukumkani waseJiputa wayihlasela wayithatha iGezere. Wayitshisa ngomlilo, wababulala abemi bayo abangamaKanana, waza wembesa ngayo intombi yakhe eyayingumka-Solomon.

1 Yookumkani 9

1 Yookumkani 9:15-18