1 Yookumkani 9:11 Ibhayibhile (XHO96)

ukumkani uSolomon wanika ukumkani uHiram waseTire iidolophu ezimashumi mabini kweliya laseGalili. Kaloku uHiram lo nguye owamxhasa ngazo zonke izinto awayezifuna: imithi yomsedare, imipayini, kunye negolide.

1 Yookumkani 9

1 Yookumkani 9:4-18