1 Yookumkani 8:53 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wena wabatyumba phakathi kwazo zonke izizwe zehlabathi, ukuze babe lilifa lakho, nanjengoko watshoyo ngomlomo wesicaka sakho uMosis, ngokuya wena, Nkosi Ndikhoyo, wawukhulula oobawo kwelaseJiputa.”

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:51-62