1 Yookumkani 8:44 Ibhayibhile (XHO96)

“Nabantu bakho xa bathe baya emfazweni besilwa neentshaba zabo, noba ubathumela phi na, mabathi bakuthandaza kuwe bebhekisa kule ndlu ndiyakhele igama lakho kwesi sixeko osinyulileyo,

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:36-53