1 Yookumkani 8:42 Ibhayibhile (XHO96)

kaloku abantu baya kuva ngodumo lwegama lakho nangamandla esandla sakho kunye nobungangamsha bengalo yakho – onjalo ke makathi akuza kuthandaza apha kule ndlu,

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:39-51