1 Yookumkani 8:32 Ibhayibhile (XHO96)

wena ke yiva usezulwini, usebenze ngaloo nto. Uze ugwebe phakathi kwezicaka zakho, umsingele phantsi onetyala, umohlwaye ngokufanele isenzo sakhe. Uze umgwebele umntu omsulwa, khon' ukuze aphuhle ukuba umsulwa.

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:31-33