1 Yookumkani 8:27 Ibhayibhile (XHO96)

“Kambe ke, ngaba uThixo angade ahlale emhlabeni? Hayi bo, kaloku namazulu, nditsho namazulu asemajuku-jukwini ngokwawo, akanako ukukuqulatha. Ibeke phi ke yona le ndlu ndiyakhileyo!

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:17-33