1 Yookumkani 8:19 Ibhayibhile (XHO96)

Noko ke kambe asinguwe oza kulakhela indlu igama lam, koko yoba ngunyana wakho; nditsho kanye owesinqe sakho – nguye oya kulakhela indlu igama lam.’

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:11-27