1 Yookumkani 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

Igumbi elilandelayo laliziimitha ezingamashumi amabini anesibini ubude, luziimitha ezilishumi elinesithathu nesiqingatha ububanzi. Ekungeneni kulo kwakukho igunjana elilisango elineentsika nevaranda.

1 Yookumkani 7

1 Yookumkani 7:1-8