1 Yookumkani 7:32 Ibhayibhile (XHO96)

La mavili mane ayephantsi kwaloo manqwanqwa, iiasi zamavili zinxibelelene nenqwelo. Ukuphakama kwevili ngalinye kwakuziisentimitha ezingamashumi amathandathu anesithandathu.

1 Yookumkani 7

1 Yookumkani 7:30-36