1 Yookumkani 7:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ububanzi balo babulingana nesandla, umphetho walo ufana nekomityi, kanye oku kwenyibiba edubuleyo. Lalingena iilitha ezingamawaka angamashumi amane.

1 Yookumkani 7

1 Yookumkani 7:18-27