1 Yookumkani 7:14 Ibhayibhile (XHO96)

onina wayengumhlolokazi wendlu kaNafetali, uyise engumTire. Lo mfo wayeyingcibi yezobhedu, elichule elinamava kuzo zonke izinto ezenziwa ngobhedu. Weza ke kukumkani uSolomon, wawenza wonke umsebenzi awunikiweyo.

1 Yookumkani 7

1 Yookumkani 7:4-22