1 Yookumkani 6:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngonyaka wamakhulu amane namashumi asibhozo ephumile amaSirayeli eJiputa, xa kanye uSolomon wayekunyaka wesine elawula amaSirayeli, ngenyanga yesibini uZivi, waqalisa ukuyakha indlu *kaNdikhoyo.

1 Yookumkani 6

1 Yookumkani 6:1-2