1 Yookumkani 5:7 Ibhayibhile (XHO96)

Akulufumana ke olu daba uHiram wavuya kakhulu, wathi: “Namhlanje makabongwe uNdikhoyo, kuba kaloku uDavide umnike isilumko sonyana ukuze asilawule esi sizwe sikhulu kangaka.”

1 Yookumkani 5

1 Yookumkani 5:1-11