1 Yookumkani 4:33 Ibhayibhile (XHO96)

Imithi nezityalo wayichaza, esusela kumsedare waseLebhanon, waya kuthi xhaxhe ngehisophu enaba ezindongeni. Wafundisa nangezilwanyana, iintaka, nezilo ezirhubuluzayo, kwaneentlanzi.

1 Yookumkani 4

1 Yookumkani 4:28-34