1 Yookumkani 4:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ngobulumko wayebagqwesa bonke abantu, kananjalo noEtan umEzra – ethe kratya kunoHeman, uKalkoli, noDarda oonyana bakaMaholi. Udumo lwakhe ngobulumko lwanwenwela kuzo zonke izizwe ezijikelezileyo.

1 Yookumkani 4

1 Yookumkani 4:22-32