1 Yookumkani 4:27 Ibhayibhile (XHO96)

Abalawuli bezithili yayingulowo nalowo enenyanga yakhe, bexhasa ukumkani uSolomon ngokudla okwakutyiwa ngabo bonke abalapho kwisithebe sakomkhulu. Babexhasa kungabikho nto ilambathayo.

1 Yookumkani 4

1 Yookumkani 4:24-34