1 Yookumkani 22:52 Ibhayibhile (XHO96)

Wenza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, kuba wasuka wahamba ekhondweni likayise nonina, nasezindleleni zikaJerobhowam unyana kaNebhati owalukuhlela uSirayeli esonweni.

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:45-53