1 Yookumkani 22:37 Ibhayibhile (XHO96)

Waba ke ngaloo ndlela ukumkani wakwaSirayeli uyafa. Waza ke wasiwa eSamariya, wangcwatyelwa khona.

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:36-46