1 Yookumkani 22:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uMika wathi: “Ukuba ngaba ungabuya uphilile, woba uNdikhoyo engathethanga ngomlomo wam.” Waza ke wongezelela ngelithi: “Wagqaleni la mazwi xa ninonke, bantundini!”

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:25-36