1 Yookumkani 22:24 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka ke uZedekiya unyana kaKenana waya kuMika, wafika wamqhwaba ngempama, wathi: “Ugqithe phi na kum loo moya kaNdikhoyo ukuba aye kuthetha kuwe?”

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:18-30