1 Yookumkani 22:15 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba efikile ke, ukumkani wathi kuye: “Mika, singaya kulwa na neRamoti yaseGiliyadi, okanye ndirhoxe?”UMika wathi: “Phakathi! Yihlasele; uya kuyoyisa, kuba uNdikhoyo uyinikele esandleni sikakumkani!”

1 Yookumkani 22

1 Yookumkani 22:10-22