1 Yookumkani 21:26 Ibhayibhile (XHO96)

Wayeziphethe ngeyona ndlela imasikizi, ethene nca nemifanekiso eqingqiweyo; nto leyo yayisenziwa ngama-Amori, abantu abagxothwayo nguNdikhoyo, waza wafaka amaSirayeli endaweni yawo.)

1 Yookumkani 21

1 Yookumkani 21:22-29