1 Yookumkani 20:42 Ibhayibhile (XHO96)

Wabhekisa kukumkani ke wathi: “Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Wena ukhulule umfo ebendimmisele ukuba atshabalale. Ngoko ke umsindisile nje ke yena, akusayi kusinda wena, ngokunjalo nabantu bakho.’ ”

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:32-43