1 Yookumkani 20:40 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ndisuke ndasisinxada-nxada, ndisenza le naleya: tyhini phi! Walahleka umntu!”Ukumkani wakwaSirayeli waphendula wathi: “Eso ke sisigwebo sakho, uzigwebe ngomlomo wakho.”

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:37-43