Loo mshumayeli ke wahamba wema ecaleni lendlela, elinde ukumkani. Umshumayeli lowo ke wazibopha intloko nobuso ngeqhiya, kwavela amehlo kuphela, esenzela ukuba angaziwa.