1 Yookumkani 20:36 Ibhayibhile (XHO96)

Umshumayeli lowo ke wathi: “Njengokuba ke ungamthobelanga nje uNdikhoyo, sakwahlukana uya kuhlaselwa yingonyama ikubulale.” Ngenene ke bakuba bahlukene kwathi gqi ingonyama, yambulala loo mfo.

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:28-38