Athi ke aseleyo abalekela kwisixeko iAfeki. Khona apho ke adilikelwa ludonga lwesixeko. Ayengamadoda angamashumi amabini anesixhenxe amawaka.Naye uBhenadadi wabalekela esixekweni, wazimela kwigumbi elingaphakathi.