1 Yookumkani 20:26 Ibhayibhile (XHO96)

Entlakohlaza uBhenadadi wawuqokelela umkhosi wakhe, waza waphuma nawo ama-Aram, wajonga eAfeki, esiya kulwa namaSirayeli.

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:21-32