1 Yookumkani 20:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti ke amaphakathi okumkani wama-Aram wona amcebisa athi: “Kaloku oothixo bamaSirayeli ngoothixo abahlala ezintabeni; yiyo le nto esongamele kangaka nje! Ukuba sinokulwa nawo emathafeni akuthandabuzeki ukuba singawoyisa.

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:13-26