1 Yookumkani 20:12 Ibhayibhile (XHO96)

Olu daba lwamfikela uBhenadadi xa kanye yena nezo zikumkani babesela ezintenteni zabo. Ngoko nangoko wayalela umkhosi wakhe, wathi: “Kuf' ayayo, mawethu!” Baxhoba ke ukuze basihlasele isixeko eso.

1 Yookumkani 20

1 Yookumkani 20:2-15